UBEKWE KWIKHAYA LOKUGQIBELA U-OLORATO NGECAWA

UOlorato Mongale ubekwe kwikhaya lakhe lokugqibela eBloemfontein, ngosuku Lange cawa, umhla wokuqala kweyeSilimela. Le nzwakazi ineminyaka engamashumi amathathy ubudala yaxhwilwa yaza yabulawa emva kokuthandana nendoda awayeyazi nje ngokuba ngu “John.” Umzimba wakhe wafunyanwa ulahliwe eLombardy West. Uphando lwamapolisa luchonge abarhanelwa ekukholelwa ukuba bayinxalenye yeqela lolwaphulo-mthetho olulungelelanisiweyo olujolise abasetyhini ngenkohliso. UPhilangenkosi Makhanya, otyholwa ngokuba ngungqondongqondo kweli…

Read More

KULINDELEKE EHLE AMAXABISO EPETROLI NEDIZILI KLE YESILIMELA

Irhafu yamafutha ezithuthi kulindeleke ukuba inyuke okokuqala kwisithuba seminyaka emithathu, kodwa okuvuyisayo kukuba irandi eyomeleleyo izakukhusela abaqhubi beemoto boMzantsi Afrika ekunyukeni kwamaxabiso epetroli ngoJuni. Uhlenga-hlengiso olulandelayo lwexabiso lepetroli luya kwenzeka ngoLwesithathu, umhla we-04 kuJuni, kwaye idatha engaphicothwanga yokuphela kwenyanga evela kwiCentral Energy Fund ibonisa ukuba ukuhla kwexabiso okungephi kunokwenzeka kuzo zombini iipetroli kunye nedizili. Ipetroli…

Read More

IPOST BANK ILUMKISA ABAXHAMLI BESIBONELELO SIKARHULUMENTE

U Post bank ukhuphe isilumkiso kubaxhamli bakwaSassa ukuba baqaphele abantu abazenza amagosa ayo. Yathi into ephazamisayo iye yavela, apho abafumana inkxaso-mali yezentlalo basebenzisa amakhadi amatsha e-Postbank kunye namakhadi amadala egolide akwaSassa ajongwe kubuqhophololo obuntsonkothileyo obuyilelwe ukuba amakhadi abo kunye neenkcukacha ze-PIN. La maqola, azenza amagosa asemthethweni, kuthiwa atyelela abaxhamli emakhayeni abo. Basebenzisa iindlela ezahlukahlukeneyo zobuqhetseba,…

Read More

AMAPOLISA APHANDA ITYALA LOKUBULALA EMVA KOKUFUNYANWA KOMZIMBA

Umzimba wamantombazana akwishumi elivisayo owonakeleyo ufunyenwe eRoodepoort Amapolisa aphanda ityala lokubulala kulandela ukubhaqwa komzimba womntwana oneminyaka elishumi elinesine ubudala owoniwe eDurban Deep, eRoodepoort kwintshona yeRhawuti. Umntu obedlula ngendlela wazise amapolisa emva kokufumana umzimba phantsi kwetyholo izolo. Amapolisa athi kwingxelo yakhe abarhanelwa abaziwa. I-Tshegofatso Pule Foundation iye yasabela ngomothuko kwesi sehlo nanjengoko ikwayiloo ndawo wafunyanwa kuyo…

Read More
Imifanekiso ngu-Anezwa Tom

SIPHEHLELELWE NGUMPHATHISWA WEZOTHUTHO KUZWELONKE UBARBARA CREECY ISIKHULULO SIKALOLIWE ICHRIS HANI

Umphathiswa wesebe lezothutho kuzwelonke unkosikazi Barbara Creecy namhlanje uphehlelele isikhululo sikaloliwe saseChris Hani kwisithili saseKhayelitsha kwisixeko saseKapa.UCreecy lo msitho uwutshayelele ngokukhwela uloliwe osuka kwesi sikhululo eingise kwisikhululo sikaloliwe sase Kapa .Olu phehlelelo linyathelo yeprojekti yokuvuselela umzila kaloliwe osembindi emva kokunqunyanyiswa kweenkonzo zothutho ngololiwe kulo mzila iminyaka eliqela ukusuka ngo2019 kulandela ukwebiwa kwezixhobo zikaloliwe eziquka iintambo…

Read More

Cyril, Trump round 2 loading

THE ANC has attempted to downplay the tense meeting between President Cyril Ramaphosa and his US counterpart Donald Trump, hailing it a victory for reason over rhetoric, diplomacy over division, and truth over propaganda. Ramaphosa was forced to fend off false claims of white genocide in South Africa when Trump ambushed him with videos and…

Read More