UMONGAMELI WELI UBEKE U-FIROZ CACHALIA NJENGEBAMBELA KWISIKHUNDLA SOMPHATHISWA WAMAPOLISA

Umphathiswa obambeleyo wamaPolisa uFiroz Cachalia uthe nangona iimeko ezikhokelele ekuqeshweni kwakhe zikhathaza, uzibophelele ekusebenzeni kangangoko anako. UNjingalwazi wezomthetho waseWits nowayesakuba nguMphathiswa wezoKhuseleko loLuntu eGauteng utyunjwe ngumongameli uCyril Ramaphosa ngobusuku bangeCawe, emva kokuba ebeke uMphathiswa wamaPolisa uSenzo Mchunu kwikhefu elikhethekileyo. Oku kuza kwisithuba esingaphezulu kweveki emva kokuba iPolisa eliphezulu KwaZulu-Natal (KZN) uNhlanhla Mkhwanazi evuthulula izityholo zokungenelela…

Read More

LIMISELWE ULWESIHLANU ITYALA LIKA JAYDEN MEEK OMZIMBA WAKHE WAFUNYANWA UDUNDULUZILE

Amapolisa aseRhawutini athi akakakuhoyi ukuba kubanjwe abanye abantu kwityala lokubulala uJayden-Lee Meek oneminyaka elishumi elinanye. Oku kulandela ukubanjwa kukanina womntwana kwiveki ephelileyo malunga nokubhubha kwakhe. U-Tiffany Nicole Meek uye wavela okokuqala kwiNkundla kaMantyi yaseRoodepoort ngoMvulo umhla weshumi elinesine. Umzimba kaJayden wafunyanwa ngaphandle kosapho lwakhe eFleurhof ngaphantsi kweenyanga ezimbini ezidlulileyo. Kwafika iiyure emva kokuba umama wakhe…

Read More

UZIMISELE UKUPHENDULELA UMPHATHISWA WEZOBULUNGISA

Umphathiswa wezobulungisa uMmamoloko Kubayi uthe uzakuziphendulela kulo naluphi na uphando lwePalamente kwizityholo zokuphazamisana nomphathiswa wamaPolisa uSenzo Mchunu. NgoLwesithathu, uSomlomo weNdlu yoWiso-mthetho uThoko Didiza uyalele iiKomiti zamaPolisa nezoBulungisa ukuba zihlangane ngokudibeneyo ukuze ziphonononge izimangalo ezimangaliswe nguMkomishinala wamaPolisa aKwaZulu-Natal (KZN) uNhlanhla Mkhwanazi ngeCawe. NgoLwesine, umbutho weDemocratic Alliance (DA) uceba ukumangalela uMchunu kwisikhululo samapolisa eKapa. Ngelixa uDidiza esithi…

Read More

Kupelo’s qualifications under scrutiny

EAST LONDON-The trial of Sizwe Kupelo, Deputy Director in the Eastern Cape Health Department has commenced in the East London Specialized Crimes Court. Kupelo is accused of forging his matric certificate when he applied for his current job in 2002. According to Siyanda Manana, Director of Communications in the department, an investigation was launched after…

Read More

UMONGAMELI WELI UVAKALISE INKXALABO MALUNGA NENGXELO EVEZWE NGOKA MKHWANAZI

Umongameli uCyril Ramaphosa uzichaze izityholo ezenziwe nguMkomishinala wamaPolisa KwaZulu-Natal uLieutenant General Nhlanhla Mkhwanazi ngakuMphathiswa uSenzo Mchunu “njengenkxalabo enkulu yokhuseleko lwesizwe” watsho ebongoza onke amaqela abandakanyekayo ukuba “azibambe kwaye aziphathe kakuhle. URamaphosa uthe uziqaphele iingxelo ezenziwe nguMkhwanazi kwingxelo noonondaba – ekuqaleni ngeCawe. “Lo ngumba oxhalabisa kakhulu ukhuseleko lwesizwe ofumana ingqwalasela ephezulu kakhulu. Kubalulekile ukuba isidima seenkonzo…

Read More

Minister Chikunga advocates for women’s financial inclusion and care economy at G20 forum

Minister of Women, Youth and Persons with Disabilities, Sindisiwe Chikunga, has called for urgent and targeted action to dismantle long-standing structural barriers that continue to marginalise women in economic and social spheres. Speaking at the G20 Women Empowerment Working Group, Chikunga emphasised three critical priorities for South Africa: financial inclusion for women, recognition of the…

Read More

Judicial Service Commission to interview candidates for Deputy Chief Justice position

The process to choose the country‟s next deputy chief justice starts on Wednesday when the Judicial Service Commission (JSC) and leaders of political parties and others within the legal fraternity will interview three possible candidates. But President Cyril Ramaphosa, as head of the National Executive, after consulting the JSC and the leaders of parties represented…

Read More