AMAPOLISA UPHUME NGENDLU AKHANGELA AMADODA ATYHOLWA NGOKUHLASELA AMARHAMENTE EMPUMALANGA

Amapolisa aseMpumalanga aphehlelele ukukhangela amadoda amabini axhobileyo ahlasele amarhamente ecawe aze athathela izinto zawo eCalcutta. Kutyholwa ukuba abarhanelwa abebenxibe iibhatyi, bathe bagqogqa amalungu enkonzo ngexesha lenkonzo bawathathela izipaji, iihandbag, iiselfowuni, izitshixo zemoto kwakunye nesixa-mali esingachazwanga semali yebandla. Abarhanelwa bathe babaleka kwindawo yexhwayelo ngemoto yomnye wamalungu ale nkonzo. Isithethi samapolisa ephondweni uDonald Mdhluli uthi emva kwexesha…

Read More

ABAFUNDI ABABANDAKANYEKAYO EKUNETHENI UMNTWANA WESIKOLO BANQUNYANYISIWE

Abasemagunyeni kwisebe lezemfundo eMpuma Koloni batyelele isikolo samabanga aphakamileyo iDavid Mama eBuffallo City kuloMvulo. Oku kulandela ividiyo, ebonisa abafundi abangamakhwenkwe ebebetha intombazana afunda nabo esikolweni. Le vidiyo isasazeke kumakhasi onxibelelwano abaninzi bevakalisa umothuko sesi sehlo. Isebe lezemfundo ephondweni lithi izenzo zabafundi azamkelekanga kwaye kuzakujongwana nazo. Ngelixa izakube ibonelela ngenkxaso ngokwasengqondweni kwixhoba, bakwahlaba ikhwelo kubazali ukuba…

Read More

BREAKING: Minnie Dlamini Demands R2.5m From MacG

Minnie Dlamini is reportedly taken MacG and Sol Phenduka to the Equality Court for hate speech, unfair discrimination and har@ssment on the basis of s*x or gender. The actress and TV host is reportedly demanding millions in damages. According to Sunday World, the media personality has filed a defamation lawsuit following comments made about her…

Read More

The strike was never our destination

Today, we write to you not from the flight deck, but from a place of deep frustration, disappointment, and genuine concern for our passengers, our profession, and the future of South African aviation. After years of remaining silent, trusting promises of stability, fairness, and recognition, we find ourselves amid the longest pilot strike in South…

Read More

Patriotic Alliance replaces Kenny Kunene

The leader of the Patriotic Alliance, Gayton McKenzie, has announced 24-year-old Liam Jacobs as the replacement for Kenny Kunene. This comes a week after Kunene was placed on 30-day leave by the party. “We want him to get the experience and to help us fix the potholes and continue the good work that the dp…

Read More

Transforming KwaZulu-Natal: MEC Sibuniso Duma’s achievements in housing and transport

Transport and Human Settlements MEC Siboniso Duma characterised his first 400 days in office as a significant leap forward, which aligned with the key implementation of the Freedom Charter’s principles. Speaking to the Daily News yesterday, Duma reflected on the collaborative efforts with traditional leadership, successful housing initiatives, and ongoing challenges within his departments. One…

Read More

UMBUTHO WEZOPOLITIKO I-EFF IBHIYOZELE IMINYAKA YAWO ELISHUMI ELINESIBINI

I-Economic Freedom Fighters (EFF) ithe imibhiyozo yokuzalwa kwayo iminyaka elishumi elinesibini ibe yimpumelelo engathethekiyo. Lo mbutho ukwakhusele ukukhetha iKhayelitsha neKapa njengendawo ezakubanjelwa kuyo ngenxa yokubaluleka kwale ndawo ekulweni ucalucalulo. Abahlali abasuka kuluntu olungaphaya komasipala ombaxa begcwele pha kwisakhiwo sokwexeshana esakhiwe kwibala lombhoxo laseKhayelitsha ngoMgqibelo. Imibhiyozo ye-EFF yeminyaka elishumi elinesibini ibingumxube wolonwabo nemiyalezo yezopolitiko esuka kwizithethi…

Read More

Amasebe Ka Rhulumente, iiNkosi Kwakunye nooSomashishini Bebeyinxalenye Yentlanganiso Enkulu Ebiqhuba Kumasipala

Amasebe ka rhulumente, iiNkosi kwakunye noosomashishini bebeyinxalenye yentlanganiso enkulu ebiqhuba kumasipala i Dr AB Xuma apho umphathiswa weZokhuseleko kwiphondo lweMpuma Kapa uXolile Nqatha ebeyinxalenye yoku ukuzomamela ekwazonika nengxelo kwizinto ezenzeka eNgcobo,ikakhulu ukungazinzi kwedolophu, nomba webhasi ezilayisha ngaphandle kwesivumelwano kwakunye nokubulawa kwabantu, UNkosi uMthirara Zwelodumo uthi banqwenela ibekhona into enothi yenziwe kuzozonke ezingxaki kuba nabo bezinkosi…

Read More

Life-Changing Surgeries Begin in East London

EAST LONDON- The Smile Foundation, in collaboration with the Eastern Cape Department of Health, launched a special surgical week at Frere Hospital from July 21 to 27, 2025, focusing on surgeries for children with cleft lips, burns and congenital conditions. During a media briefing, Dr. Rolene Wagner, Head of the Eastern Cape Department of Health…

Read More

DA Calls for Investigation into ‘Music in the Snow Festival’ Mismanagement in Hogsback

HOGSBACK – The Democratic Alliance (DA) is demanding an urgent investigation into the alleged mismanagement of public funds following the disappointing ‘Music in the Snow Festival’ held this past weekend. Funded in part by the Eastern Cape Department of Sports, Recreation, Arts and Culture (DSRAC), the festival aimed to boost local tourism but fell short…

Read More