LITYHALE NGESIFUBA IQELA LOMZANTSI AFRIKA NGELOKUTYHOBOZA KWINDEBE YEHLABATHI

I-Bafana Bafana iwandisile amathuba okuba ingene kwiNdebe yeHlabathi yeFIFA ka-2026 eMelika. Eliqela libethe iBenin engobukhaya ngo’2-0 kumdlalo weQela C odlalwe eFélix Houphouët Boigny Stadium eAbidjan ngoLwesibini ebusuku, umhla wamashumi amabini anesihlanu kule yoKwindla. Ukuphumelela kuthetha ukuba bahlala bephezulu beqela ngamanqaku ali-13 kwimidlalo emithandathu, amanqaku amahlanu phambi kweBenin neRwanda. Kodwa uMzantsi Afrika ungajongana nokuxhuzulwa ngamanqaku kwiFIFA,…

Read More

AMAXHOBA ESIPHANGO EMPUMA KOLONI AZAKUNCEDWA YI GIFT OF THE GIVERS

Umbutho ojongene noluntu, iGift of the Givers, ungenelele ukuncedisana noluntu lwaseMpuma Koloni oluthe lwachaphazeleka kakubi zizivunguvungu zakutsha nje. Isithethi sikamasipala, uAli Sablay, uthi bathe gqolo ukucela uncedo emva kwezaqhwithi ezibangele umonakalo kumasipala wengingqi yase-Elundini, Senqu, Walter Sisulu, Amahlathi neGreat Kei, kwakunye nomasipala wesithili saseChris Hani, naseAmathole. Ukwathe iziseko zophuhliso zichaphazeleke kakhulu, kucinywe umbane kwiindawo ezithile,…

Read More

Sisulu Foundation slams Ramaphosa’s ‘betrayal’

must resist attempts by economically pliable leaders to manipulate the country back to colonialism. The foundation also took a swipe at President Cyril Ramaphosa’s troubling statements made in favour of the United States, saying such approach resembled those of a leader more interested in appeasing foreign powers than in upholding the dignity and sovereignty of…

Read More

BREAKING | Bafana’s World Cup dreams threatened: Mokoena yellow card controversy explained

South Africa’s road to the 2026 Fifa World Cup has hit a potential roadblock following a yellow-card controversy surrounding midfielder Teboho Mokoena. Reports suggest that Mokoena may have been ineligible to play in Bafana Bafana’s crucial Matchday 5 clash against Lesotho, which could significantly affect the team’s chances of qualifying. Mokoena, a central figure in…

Read More

SONKE GENDER JUSTICE IS MAKING STRIDES IN COMBATING SEXUAL VIOLENCES

BUTTERWORTH- Sonke Gender Justice, a dedicated NGO fighting against HIV, STIs, family planning issues and gender-based violence, has achieved a significant milestone in the battle against sexual violence. Project Manager Vuyokazi Gonyela, based in Butterworth, proudly announced the upcoming sentencing of a traditional healer convicted of raping an initiate in Compton Park on April 23,…

Read More