LIMISELWE ULWESIHLANU ITYALA LIKA JAYDEN MEEK OMZIMBA WAKHE WAFUNYANWA UDUNDULUZILE
Amapolisa aseRhawutini athi akakakuhoyi ukuba kubanjwe abanye abantu kwityala lokubulala uJayden-Lee Meek oneminyaka elishumi elinanye. Oku kulandela ukubanjwa kukanina womntwana kwiveki ephelileyo malunga nokubhubha kwakhe. U-Tiffany Nicole Meek uye wavela okokuqala kwiNkundla kaMantyi yaseRoodepoort ngoMvulo umhla weshumi elinesine. Umzimba kaJayden wafunyanwa ngaphandle kosapho lwakhe eFleurhof ngaphantsi kweenyanga ezimbini ezidlulileyo. Kwafika iiyure emva kokuba umama wakhe…
