NGOKOKUTSHO KUKANOBHALA WE ANC AKHOTSHINTSHO LULINDELEKILEYO KWI-GNU

UNobhala-Jikelele we-ANC uFikile Mbalula uthe i-ANC iza kucofa iqhosha lokusetha ngokutsha kuRhulumente woManyano lweSizwe (GNU) kwaye ivule iingxoxo namanye amaqela ukuze azibandakanye. Ebethetha eLuthuli House ngoLwesibini emva kweengxoxo ezithe kratya nekomiti esebenzayo yombutho emva kokuba iDA kunye neFF+ ivotele ngokuchasene neBudget Fiscal Framework. Nangona kunjalo, wayeka ukukhabela i-DA kunye ne-FF+ ngaphandle kwe-GNU echaza ukuba naluphi…

Read More

EFF YOUTH COMMAND DEMANDS ACCOUNTABILITY

KOMANI- The EFF Youth Command (EFFYC) in the Eastern Cape has raised a howl of protest over the shocking injury sustained by Grade 12 student Viwe Zitha at KwaKomani Technical School. The incident, where Zitha lost a finger during a woodwork project, has exposed the Department of Education’s grave negligence in addressing longstanding safety concerns…

Read More

Sisulu Foundation slams Ramaphosa’s ‘betrayal’

must resist attempts by economically pliable leaders to manipulate the country back to colonialism. The foundation also took a swipe at President Cyril Ramaphosa’s troubling statements made in favour of the United States, saying such approach resembled those of a leader more interested in appeasing foreign powers than in upholding the dignity and sovereignty of…

Read More

URHULUMENTE USILELE KAKHULU EKUPHUHLISENI U-ECD

Umongameli uCyril Ramaphosa uvumile ukuba urhulumente usemva ngeminyaka engamashumi amathathu kuphuhliso lwenkqubo-sikhokelo yophuhliso lwabantwana abaselula. Ukwamnkele oku ngoMvulo, umhla weshumi elinesixhenxe yoKwindla, ngethuba evula intetho yakhe kwiNgqungquthela yobuNkokheli baseBana Pele ebibizwe liSebe leMfundo esiSiseko kunye nenkxaso yobuNkokheli boShishino boMzantsi Afrika ukuphuhlisa isikhokelo kunyaka ka2030 sofikelelo jikelele kuphuhliso lwabantwana abaselula. “Ndingowokuqala kurhulumente ukuvuma ukuba senze impazamo,…

Read More

KUKHOLELEKA UKUBA UKUDODOBALA KOKUKHULA KWEZOQOQOSHO KUNGENZA IMALI KARHULUMENTE IJONGANE NOBUNZIMA

Abahlalutyi baqikelela ukuba imali karhulumente iya kuqhubeka nokujongana nobunzima obukhulu ukuba ukukhula kwezoqoqosho kuhlala kudodobala kwaye amatyala ahlala enyuka. Oku kuza njengoko umphathiswa wezemali u-Enoch Godongwana elungiselela ukwenza intetho yohlahlo lwabiwo-mali ebilindelwe ngabomvu, neyahlehliswa kwinyanga ephelileyo ngenxa yokungaboni ngasonye kwikhabhinethi yeGNU. INtetho yoHlahlo-lwabiwo-mali, phakathi kwezinye, ijolise ekulinganiseni ukukhula koqoqosho kunye nenkxaso kwabo babuthathaka kuluntu lwethu…

Read More

UMBUTHO I-GENERAL INDUSTRIES WORKERS UNION OF SOUTH AFRICA (GIWUSA) IMEMELELA UKUBA AGXOTHWE UMPHATHISWA WEZEMIDLALO, UBUGCISA NENKCUBEKO U-GAYTON MCKENZIE.

Oku kuza emva kokuvela kwezityholo zokuba izithuba zengqesho zakutsha nje zesebe lakhe zikhetha amaqela athile eentlanga kwaye zibakhuphela ngaphandle abagqatswa abamnyama. Umongameli weGIWUSA uMametlwe Sebei uzigxekile izibhengezo zemisebenzi ezikhutshwe leli sebe, athe zithethelela ngokuphandle abagqatswa beentlanga ezithile, logama engabandakanyi abantu abamnyama baseMzantsi Afrika. Izithuba ezipapashiweyo zezesekela mlawuli wenkxaso nolungelelwaniso lolawulo kunye negosa lePalamente neKhabhinethi lenkxaso….

Read More

DA Proposes New Economic Recovery Plan

The Democratic Alliance (DA) has unveiled a comprehensive economic recovery plan aimed at addressing South Africa’s high unemployment rate and sluggish growth. The plan includes measures to reduce red tape, attract foreign investment, and support small businesses. The DA has criticized the ANC-led government for its handling of the economy, calling for a change in…

Read More

ANC Faces Internal Strife Ahead of 2024 Elections

The African National Congress (ANC) is grappling with internal divisions as factions within the party clash over leadership and policy direction. With the 2024 general elections approaching, analysts warn that the infighting could weaken the party’s chances of maintaining its majority. President Cyril Ramaphosa has called for unity, but critics argue that his leadership is…

Read More