OOSOMASHISHINI BASEMTHATHA NEZIPHALUKA BAYAMENYWA
I agency ejongene nosoomashishini basezilokishini izakube ibambe I Kasi Business Workshop eMthatha, ijongenene ukuvula amathuba oosomashishini basezilokishini. Lendibano izakube ingomhla weshumi elinesibhozo kule yeDwarha kulo umiyo (18 October 2025), e SMJ Butchery and car wash.
Umbono weKasi Business Workshop wasungulwa ngo March 2015, ngenjongo yomnqweno wokuba nefuthe elithe ngqo koosomashishini basezilokishini. Ukuqala kwayo oosomashishini abangenelayo babe likhulu elinamashumi amathandathu ananye. I Kasi Pitching Yona isungulwe kunyaka ka 2022 e Daveyton. Lembono Ibe nokungenelwa ngoosomashishini abaninzi kwaye kukho abaphumelelayo kulomngenelo.
Ixabiso elithi liphunyelelwe Yi R50 000. Mhlali wase Mthatha neziphaluka qiniseka ukuba awuphoswa lusuku le workshop. Kufuneka ubelishishini elibhalisiweyo, ishishini eseliqhube iminyaka emibini, ishishini libeneempepha ezivumelanayo (compliance documents), ishishini kufuneka ibelelommi waseMzantsi Afrika, level 1 BBBEE ne micro enterprise. Abangekangeneli I Kasi Pitching ubhaliso lomngenelo sele luvaliwe, ngoku kujongwe abo bebebhalisile ngaphambili.
ihamba njani? Oosomashishini kufuneka babhalise ukuya kule Mthatha business workshop izayo besebenkiza I link engezantsi
Date: Saturday, 18 October 2025
Time: 09:30 AM – 14:00 PM
Entrance: FREE (PRE-REGISTRATION ESSENTIAL)
Venue: SMJ Butchery and Car Wash, Mthatha, Eastern Cape
Register Now: https://www.eventbrite.com/e/tea-kasi-business-workshop-mthatha-eastern-cape-tickets-1749165524169?aff=oddtdtcreator

