IPOST BANK ILUMKISA ABAXHAMLI BESIBONELELO SIKARHULUMENTE
U Post bank ukhuphe isilumkiso kubaxhamli bakwaSassa ukuba baqaphele abantu abazenza amagosa ayo. Yathi into ephazamisayo iye yavela, apho abafumana inkxaso-mali yezentlalo basebenzisa amakhadi amatsha e-Postbank kunye namakhadi amadala egolide akwaSassa ajongwe kubuqhophololo obuntsonkothileyo obuyilelwe ukuba amakhadi abo kunye neenkcukacha ze-PIN. La maqola, azenza amagosa asemthethweni, kuthiwa atyelela abaxhamli emakhayeni abo. Basebenzisa iindlela ezahlukahlukeneyo zobuqhetseba,…
