Furious Nasreddine Nabi hits back at journalist amid pressure to deliver in Nedbank final

The 2-1 loss to Soweto rivals Orlando Pirates marked Chiefs’ 12th defeat in the Betway Premiership this season, continuing an inconsistent run under Nabi’s leadership in his debut South African campaign. The Tunisian tactician did not take kindly to the question. “Don’t provoke me because I’m not a younger coach, I have big experience. ‘Because…

Read More

U-MALEMA UFUNA KUGXOTHWE OOSEKELA BAPHATHISWA UKUZE KONGIWE IMALI KWELI

Inkokeli ye-Economic Freedom Fighters (EFF) uJulius Malema umemelele ukuba kususwe oosekela-mphathiswa ngelithi badlala ngemali yabarhafi kwaye abanagalelo kwanto kulawulo. Inkokeli ye-Economic Freedom Fighters (EFF) uJulius Malema umemelele ukuba zichithwe izikhundla zoosekela mphathiswa, esithi “azinamsebenzi” watsho esithi ukususwa kwazo kungasindisa imali eninzi kurhulumente. “Bathe (ebhekisa kurhulumente okhokelwa yiANC) bathi, ‘Siza kuyithatha phi imali yokuxhasa olu hlahlo…

Read More

I-AA INCOMILE UKUZIPHATHA KWABANTU EZINDLELENI NGETHUBA LEPASIKA

I-Automobile Association (AA) ivakalise ithemba emva kweenkcukacha-manani ezikhuthazayo zexesha lePasika ka-2025, ezibonise ukwehla okumangalisayo kweengozi zezithuthi kunye nokufa kwabantu kwiindlela zoMzantsi Afrika. Iziphumo ezincumisayo zeli xesha zibalelwa kucwangciso oluphuculweyo, ukunyanzeliswa komthetho, kunye nobudlelwane obusebenzayo obujoliswe ekusindiseni ubomi. Ngokweenkcukacha-manani ezisemthethweni, iingozi zendlela zehle ngama-32.5% ngelixa abantu ababhubhileyo babone ukwehla okumangalisayo nge-45.6% xa kuthelekiswa nePasika ka-2024. Eli…

Read More

I-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yoMzantsi Afrika (SASSA) ihlabe ikhwelo kubaxhamli bezibonelelo zoNcedo lweNtlalo kwiNtlupheko (SRD)

I-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yoMzantsi Afrika (SASSA) ihlabe ikhwelo kubaxhamli bezibonelelo zoNcedo lweNtlalo kwiNtlupheko (SRD) ukuba bagqibe ngokukhawuleza uqinisekiso lwezazisi zabo ukuze kuthintelwe ukulibaziseka okanye ukuphazamiseka kwentlawulo. Oku kuza emva kokuba i-arhente iphinde yazisa inkqubo yobhaliso lwebhayometriki enyanzelekileyo kunye nenkqubo yoqinisekiso lwezazisi eyenzelwe ukomeleza ukhuseleko, ingakumbi kwabo baxhamlayo abasebenzisa iindlela ezizezinye zokuchonga endaweni yenombolo yesazisi esinedijithi…

Read More

IFUNYENWE IMIZIMBA YAMAPOLISA AMATHATHU

UMkomishinala kaZwelonke we-SAPS, uNjengele Fannie Masemola, uqinisekise ngethuba ethetha noonondaba ukuba la magosa amathathu alahlekileyo aphakathi kwezidumbu ezintlanu ezithathwe kumlambo iHennops, ngoLwesibini. Iintsapho zikaConstable Keamogetswe Buys, uConstable Boipelo Senoge, noConstable Cebekhulu Linda bachonge abantu ababathandayo kwindawo yokugcina izidumbu eTshwane. La mapolisa agqityelwe ngentseni yangoLwesine kwisikhululo sepetroli esikufuphi neGrasmere Toll Plaza kuhola wendlela uN1 eGauteng. Imoto…

Read More