IXABISO LEPETEOLI LIYEHLA UKUSUSELA NGOLWESITHATHU
Abemi boMzantsi Afrika banokujonga ngethemba lokonga ixabiso lepetroli ukusuka ngoLwesithathu, umhla we-2 kuTshazimpuzi, apho kuqikelelwa ukuhla kwepetroli nedizili. Idatha yokuphela kwenyanga engaphicothwanga evela kwiCentral Energy Fund (CEF) ikhomba ukuhla kwexabiso lepetroli kummandla weesenti ezingamamashumi amathandathu anesine(64) kumashumi asithoba anantathu (93) Unleaded kunye nnamashumi asixhenxe anesibhozo (78) eesenti ze-95 Unleaded, ngelixa idizili imiselwe ukuba yehle phakathi…
